Zahara – Incwad’encane
Get this song from Zahara titled Incwad’encane
The song “Incwad’encane” is an impressive song that will worth a place in your playlist.
Use the link below to stream and download Incwad’encane by Zahara.
Download Music Here
Lyrics for Incwad’encane by Zahara
Ngeny’imini ndathi ndivuka
Ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund’incwadi
encaneIthi andazi ndobuya nini na
Ndisathath’uhambo lwam
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ngeny’imini ndathi ndivuka
Ndadibana ne incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund’incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath’uhambo lwami
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndavhunza ndavhunza
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvaaaako akaende piko
Moyo wangu unorwadza ndikakufunga
Misodzi yobuda
Hoo na yobuda
Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda
Ndati dzoka zvaaaaako
Ndizokhangela phi na? (dzoka zvaaaako akaende piko)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (hona mudiwa wangu)
Ndizobuza kubanina? (
Ndavhunza ndavhunza)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mudiwa, mudiwa wangu)
Ndizokhangela phi na? (Dzoka zvaaaako akaende piko)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza)
Mna ndifun’ubona isthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun’ubonisthandwa sam (mna ndifun’ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na)

Mna ndifun’ubona isthandwa sam